Duteronomi 31:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ngelo xesha ndiza kuba nomsindo kubo,+ ndibalahle+ ndize ndibufihle ubuso bam kubo+ bade batshatyalaliswe. Emva kokuba behlelwe ziintlekele ezininzi nazizinto ezibuhlungu,+ baza kuthi, ‘Akungebi bethu uThixo wethu akekho phakathi kwethu le nto sifikelwe zezi ntlekele?’+ 2 Kronike 15:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoko waphuma wayokudibana noAsa, wathi kuye: “Ndimamele Asa nani nonke maYuda namaBhenjamin! UYehova uza kuba nani xa nani nikunye naye.+ Ukuba niyamfuna, uza kunivumela nimfumane,+ kodwa ukuba niyamshiya, naye uza kunishiya.+
17 Ngelo xesha ndiza kuba nomsindo kubo,+ ndibalahle+ ndize ndibufihle ubuso bam kubo+ bade batshatyalaliswe. Emva kokuba behlelwe ziintlekele ezininzi nazizinto ezibuhlungu,+ baza kuthi, ‘Akungebi bethu uThixo wethu akekho phakathi kwethu le nto sifikelwe zezi ntlekele?’+
2 Ngoko waphuma wayokudibana noAsa, wathi kuye: “Ndimamele Asa nani nonke maYuda namaBhenjamin! UYehova uza kuba nani xa nani nikunye naye.+ Ukuba niyamfuna, uza kunivumela nimfumane,+ kodwa ukuba niyamshiya, naye uza kunishiya.+