-
2 Kumkani 7:6, 7IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
6 Kaloku uYehova wayebangele ukuba inkampu yamaSiriya ive isandi seenqwelo zokulwa, isandi samahashe nesandi somkhosi omkhulu.+ Athetha odwa esithi: “Jonga! Ukumkani wakwaSirayeli usiqeshele ookumkani bamaHiti nookumkani baseYiputa ukuba basihlasele!” 7 Asukuma ngoko nangoko abaleka ngorhatya, eshiya iintente, amahashe needonki, ayishiya injalo inkampu yawo, abaleka ukuze asindise ubomi bawo.
-