5 Ngoko wathi kumadoda aseSukoti: “Khaniphe aba bantu bandilandelayo isonka, kuba badiniwe yaye ndileqa uZebha noTsalmuna, ookumkani bakwaMidiyan.” 6 Kodwa iinkosana zaseSukoti zathi: “UZebha noTsalmuna sele besesandleni sakho na le nto kufuneka sinike umkhosi wakho isonka?”