Genesis 9:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Nabani na obulala omnye umntu, naye uza kubulawa,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo.+ ABagwebi 9:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Emva koko waya endlini katata wakhe eOfra+ waza wabulala abantakwabo,+ oonyana bakaYerubhahali, amadoda ayi-70, kwilitye elinye. Kwasinda uYotham kuphela, oyena mncinci koonyana bakaYerubhahali, kuba wazimela.
5 Emva koko waya endlini katata wakhe eOfra+ waza wabulala abantakwabo,+ oonyana bakaYerubhahali, amadoda ayi-70, kwilitye elinye. Kwasinda uYotham kuphela, oyena mncinci koonyana bakaYerubhahali, kuba wazimela.