Numeri 6:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 “‘Loo mntu akamele ayichebe intloko yakhe, lonke ixesha engumNaziri.+ Ufanele ahlale engcwele ngokuthi aziyeke iinwele zentloko yakhe zikhule de liphele ixesha lokuzinikela kwakhe kuYehova. ABagwebi 13:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Jonga! Uza kukhulelwa uze uzale unyana, ibe umele angaze achetywe,+ kuba uza kuba ngumNaziri kaThixo ukuzalwa nje kwakhe,* yaye uza kukhokela ekusindiseni uSirayeli esandleni samaFilisti.”+ ABagwebi 13:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kodwa ithe kum, ‘Jonga! Uza kukhulelwa uze uzale unyana. Ngoku umele ungaseli wayini nayo nantoni na enotywala, uze ungatyi nantoni na engacocekanga, kuba lo mntwana uza kuba ngumNaziri kaThixo ukuzalwa nje kwakhe* de kube yimini afa ngayo.’”
5 “‘Loo mntu akamele ayichebe intloko yakhe, lonke ixesha engumNaziri.+ Ufanele ahlale engcwele ngokuthi aziyeke iinwele zentloko yakhe zikhule de liphele ixesha lokuzinikela kwakhe kuYehova.
5 Jonga! Uza kukhulelwa uze uzale unyana, ibe umele angaze achetywe,+ kuba uza kuba ngumNaziri kaThixo ukuzalwa nje kwakhe,* yaye uza kukhokela ekusindiseni uSirayeli esandleni samaFilisti.”+
7 Kodwa ithe kum, ‘Jonga! Uza kukhulelwa uze uzale unyana. Ngoku umele ungaseli wayini nayo nantoni na enotywala, uze ungatyi nantoni na engacocekanga, kuba lo mntwana uza kuba ngumNaziri kaThixo ukuzalwa nje kwakhe* de kube yimini afa ngayo.’”