Rute 1:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kodwa uRute wathi: “Sukundicenga ukuba ndikushiye, ndingahambi nawe; ndiza kuya naphi na apho uya khona, ndilale naphi na apho ulala khona. Abantu bakho baza kuba ngabantu bam, noThixo wakho abe nguThixo wam.+
16 Kodwa uRute wathi: “Sukundicenga ukuba ndikushiye, ndingahambi nawe; ndiza kuya naphi na apho uya khona, ndilale naphi na apho ulala khona. Abantu bakho baza kuba ngabantu bam, noThixo wakho abe nguThixo wam.+