Levitikus 25:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 “‘Ukuba umntakwenu uye waba lihlwempu waza wathengisa inxalenye yelifa lakhe, umhlawuleli azalana naye ngokusondeleyo makeze aze ayithenge kwakhona loo nto ayithengisileyo umntakwabo.+ Rute 2:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 UNahomi wathi kumolokazana wakhe: “Makasikelelwe nguYehova, oye waqhubeka ebathanda abaphilayo nabafileyo.”+ Wongeza wathi: “Le ndoda iyazalana nathi.+ Ingomnye wabahlawuleli bethu.”*+
25 “‘Ukuba umntakwenu uye waba lihlwempu waza wathengisa inxalenye yelifa lakhe, umhlawuleli azalana naye ngokusondeleyo makeze aze ayithenge kwakhona loo nto ayithengisileyo umntakwabo.+
20 UNahomi wathi kumolokazana wakhe: “Makasikelelwe nguYehova, oye waqhubeka ebathanda abaphilayo nabafileyo.”+ Wongeza wathi: “Le ndoda iyazalana nathi.+ Ingomnye wabahlawuleli bethu.”*+