Genesis 38:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Kodwa lathi lakusibuyisa isandla salo, kwaphuma umntakwalo, waza umzalisikazi wathi: “Yhoo awatyhoboza nje!” Ngoko wathiywa igama elinguPeretse.*+ Numeri 26:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Naba ke oonyana bakaYuda ngokweentsapho zabo: kuShela+ yintsapho yamaShela; kuPeretse+ yintsapho yamaPeretse; kuZera+ yintsapho yamaZera. Mateyu 1:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 uYuda wazala uPeretse noZera+ ngoTamare;uPeretse wazala uHetseron;+uHetseron wazala uRam;+
29 Kodwa lathi lakusibuyisa isandla salo, kwaphuma umntakwalo, waza umzalisikazi wathi: “Yhoo awatyhoboza nje!” Ngoko wathiywa igama elinguPeretse.*+
20 Naba ke oonyana bakaYuda ngokweentsapho zabo: kuShela+ yintsapho yamaShela; kuPeretse+ yintsapho yamaPeretse; kuZera+ yintsapho yamaZera.