1 Samuweli 13:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Amanye amaHebhere ada awela iYordan esiya kwilizwe lakwaGadi naseGiliyadi.+ Kodwa uSawule yena wayeseseGiligali, yaye bonke abantu ababemlandela babesoyika kakhulu. 1 Samuweli 14:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 USawule wayehleli kummandla ongaphandle kweGibheya+ phantsi komthi werharnati, eMigron. Wayekunye namadoda amalunga ne-600.+
7 Amanye amaHebhere ada awela iYordan esiya kwilizwe lakwaGadi naseGiliyadi.+ Kodwa uSawule yena wayeseseGiligali, yaye bonke abantu ababemlandela babesoyika kakhulu.
2 USawule wayehleli kummandla ongaphandle kweGibheya+ phantsi komthi werharnati, eMigron. Wayekunye namadoda amalunga ne-600.+