Numeri 10:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Wathi uMoses kuHobhabhi unyana kaRehuweli*+ umMidiyan, utata womfazi kaMoses: “Siyahamba ngoku, siya kwilizwe athe uYehova, ‘Ndiza kuninika lona.’+ Hamba nathi,+ siza kukuphatha kakuhle, kuba uYehova umthembise izinto ezintle uSirayeli.”+ Numeri 10:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Ukuba uhamba nathi,+ nantoni na entle asenzela yona uYehova, nawe siza kukunika.” Numeri 24:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Wathi akubona amaKeni,+ waqhubeka nentetho yakhe engumzekeliso esithi: “Ikhuselekile indawo ohlala kuyo, yaye uyimise eliweni. ABagwebi 1:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Inzala kaKeni,+ umkhwe kaMoses,+ yahamba namaYuda xa ephuma kwisixeko semithi yesundu,+ yaya kwintlango yakwaYuda kumzantsi weAradi.+ Yayokuhlala nabantu balapho.+
29 Wathi uMoses kuHobhabhi unyana kaRehuweli*+ umMidiyan, utata womfazi kaMoses: “Siyahamba ngoku, siya kwilizwe athe uYehova, ‘Ndiza kuninika lona.’+ Hamba nathi,+ siza kukuphatha kakuhle, kuba uYehova umthembise izinto ezintle uSirayeli.”+
21 Wathi akubona amaKeni,+ waqhubeka nentetho yakhe engumzekeliso esithi: “Ikhuselekile indawo ohlala kuyo, yaye uyimise eliweni.
16 Inzala kaKeni,+ umkhwe kaMoses,+ yahamba namaYuda xa ephuma kwisixeko semithi yesundu,+ yaya kwintlango yakwaYuda kumzantsi weAradi.+ Yayokuhlala nabantu balapho.+