1 Samuweli 18:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Wathi uSawule: “Nimele nithi kuye, ‘Ukumkani akafuni lobola,+ kodwa ufuna amajwabi ayi-100+ amaFilisti, ukuze aziphindezelele kwiintshaba zakhe.’” USawule ke wayecebe ukuba uDavide abulawe ngamaFilisti.
25 Wathi uSawule: “Nimele nithi kuye, ‘Ukumkani akafuni lobola,+ kodwa ufuna amajwabi ayi-100+ amaFilisti, ukuze aziphindezelele kwiintshaba zakhe.’” USawule ke wayecebe ukuba uDavide abulawe ngamaFilisti.