1 Samuweli 20:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Logama unyana kaYese esaphila kulo mhlaba, wena nobo bukumkani bakho anizukumiselwa ngokuqinileyo.+ Ngoko ke thumela umntu aze naye apha kum, kuba umele afe.”*+ 1 Samuweli 24:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Wathi kuDavide: “Ulilungisa ngaphezu kwam, kuba uye wandiphatha kakuhle, kodwa mna ndikubuyekeze ngobubi.+ 1 Samuweli 24:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ngoku ke jonga! Ndazi kakuhle ukuba nakanjani na, uza kuba ngukumkani,+ nokuba ubukumkani bakwaSirayeli buza kuqhubeka busesandleni sakho.
31 Logama unyana kaYese esaphila kulo mhlaba, wena nobo bukumkani bakho anizukumiselwa ngokuqinileyo.+ Ngoko ke thumela umntu aze naye apha kum, kuba umele afe.”*+
17 Wathi kuDavide: “Ulilungisa ngaphezu kwam, kuba uye wandiphatha kakuhle, kodwa mna ndikubuyekeze ngobubi.+
20 Ngoku ke jonga! Ndazi kakuhle ukuba nakanjani na, uza kuba ngukumkani,+ nokuba ubukumkani bakwaSirayeli buza kuqhubeka busesandleni sakho.