2 Samuweli 24:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kodwa uDavide wazisola,*+ emva kokuba ebabalile abantu. Ngoko wathi kuYehova: “Ndone+ kakhulu ngokwenza le nto. Ngoku ke Yehova, ndicela usixolele isono sesicaka sakho,+ kuba ndenze ubudenge obukhulu.”+
10 Kodwa uDavide wazisola,*+ emva kokuba ebabalile abantu. Ngoko wathi kuYehova: “Ndone+ kakhulu ngokwenza le nto. Ngoku ke Yehova, ndicela usixolele isono sesicaka sakho,+ kuba ndenze ubudenge obukhulu.”+