1 Samuweli 25:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ngoko nangoko uDavide wathi kumadoda akhe: “Wonke umntu makafake ikrele lakhe esinqeni!”+ Bonke bafaka amakrele abo, noDavide wafaka elakhe. Yaba ngamadoda amalunga ne-400 awanyuka noDavide, ngoxa ayi-200 ashiyeka nempahla.
13 Ngoko nangoko uDavide wathi kumadoda akhe: “Wonke umntu makafake ikrele lakhe esinqeni!”+ Bonke bafaka amakrele abo, noDavide wafaka elakhe. Yaba ngamadoda amalunga ne-400 awanyuka noDavide, ngoxa ayi-200 ashiyeka nempahla.