1 Samuweli 16:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 USamuweli wathatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phambi kwabantakwabo. Umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Emva koko uSamuweli waphakama, wahamba waya eRama.+ 2 Samuweli 2:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Emva koko afika amadoda akwaYuda, ambeka apho uDavide ukuze abe ngukumkani kwindlu kaYuda.+ Athi kuDavide: “Ngamadoda aseYabheshe-giliyadi awangcwaba uSawule.” IZenzo 13:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Emva kokuba emsusile esihlalweni, wabeka uDavide ukuba abe ngukumkani wabo,+ lo wathi ngaye, ‘Ndifumene uDavide unyana kaYese,+ indoda ethandwayo yintliziyo yam,+ uza kuzenza zonke izinto endizifunayo.’
13 USamuweli wathatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phambi kwabantakwabo. Umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Emva koko uSamuweli waphakama, wahamba waya eRama.+
4 Emva koko afika amadoda akwaYuda, ambeka apho uDavide ukuze abe ngukumkani kwindlu kaYuda.+ Athi kuDavide: “Ngamadoda aseYabheshe-giliyadi awangcwaba uSawule.”
22 Emva kokuba emsusile esihlalweni, wabeka uDavide ukuba abe ngukumkani wabo,+ lo wathi ngaye, ‘Ndifumene uDavide unyana kaYese,+ indoda ethandwayo yintliziyo yam,+ uza kuzenza zonke izinto endizifunayo.’