Eksodus 23:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Kuba ingelosi yam iza kuhamba phambi kwakho, ikuse kuma-Amori, amaHiti, amaPerizi, amaKanan, amaHivi namaYebhusi, ndize ndiwatshabalalise.+ Yoshuwa 15:63 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 63 Amadoda akwaYuda awazange akwazi ukuwagxotha+ amaYebhusi+ awayehlala eYerusalem,+ ngoko amaYebhusi asahlala namaYuda eYerusalem nanamhlanje. ABagwebi 1:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngapha koko, amadoda akwaYuda alwa neYerusalem+ aza ayithimba; asixabela ngekrele aza asitshisa eso sixeko. ABagwebi 1:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Kodwa amaBhenjamin awazange awagxothe amaYebhusi awayehlala eYerusalem, ngoko amaYebhusi asahlala namaBhenjamin eYerusalem nanamhlanje.+
23 Kuba ingelosi yam iza kuhamba phambi kwakho, ikuse kuma-Amori, amaHiti, amaPerizi, amaKanan, amaHivi namaYebhusi, ndize ndiwatshabalalise.+
63 Amadoda akwaYuda awazange akwazi ukuwagxotha+ amaYebhusi+ awayehlala eYerusalem,+ ngoko amaYebhusi asahlala namaYuda eYerusalem nanamhlanje.
8 Ngapha koko, amadoda akwaYuda alwa neYerusalem+ aza ayithimba; asixabela ngekrele aza asitshisa eso sixeko.
21 Kodwa amaBhenjamin awazange awagxothe amaYebhusi awayehlala eYerusalem, ngoko amaYebhusi asahlala namaBhenjamin eYerusalem nanamhlanje.+