1 Samuweli 31:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngoko uSawule noonyana bakhe abathathu, umphathi wezixhobo zakhe, nawo onke amadoda akhe, bafa bonke ngaloo mini.+ 1 Kronike 10:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Wafa ngaloo ndlela ke uSawule noonyana bakhe abathathu, nabo bonke abo bendlu yakhe bafa kunye.+
6 Ngoko uSawule noonyana bakhe abathathu, umphathi wezixhobo zakhe, nawo onke amadoda akhe, bafa bonke ngaloo mini.+