1 Samuweli 16:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kodwa uYehova wathi kuSamuweli: “Sukujonga inkangeleko yakhe nobude bakhe,+ kuba andikhethanga yena. Indlela abona ngayo umntu asiyondlela abona ngayo uThixo. Umntu ubona nje okubonakalayo emehlweni, kodwa uYehova ubona okusentliziyweni.”+ INdumiso 17:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Uyigocagocile intliziyo yam, wandihlolisisa ebusuku;+Undisulungekisile,+Uza kubona ukuba andicebanga nantoni na embi,Nomlomo wam awuthethanga nkohliso.
7 Kodwa uYehova wathi kuSamuweli: “Sukujonga inkangeleko yakhe nobude bakhe,+ kuba andikhethanga yena. Indlela abona ngayo umntu asiyondlela abona ngayo uThixo. Umntu ubona nje okubonakalayo emehlweni, kodwa uYehova ubona okusentliziyweni.”+
3 Uyigocagocile intliziyo yam, wandihlolisisa ebusuku;+Undisulungekisile,+Uza kubona ukuba andicebanga nantoni na embi,Nomlomo wam awuthethanga nkohliso.