2 Samuweli 12:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Emva koko uDavide wamthuthuzela uBhatshebha umfazi wakhe.+ Wangena kuye waza walala naye. Ekuhambeni kwexesha waba nonyana owathiywa igama elinguSolomon.*+ UYehova wayemthanda,+ 1 Kumkani 1:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Wathi uNatan+ kuBhatshebha,+ umama kaSolomon:+ “Awuvanga na ukuba uAdoniya+ unyana kaHagiti ngukumkani, ibe inkosi yethu uDavide ayazi kwanto ngaloo nto?
24 Emva koko uDavide wamthuthuzela uBhatshebha umfazi wakhe.+ Wangena kuye waza walala naye. Ekuhambeni kwexesha waba nonyana owathiywa igama elinguSolomon.*+ UYehova wayemthanda,+
11 Wathi uNatan+ kuBhatshebha,+ umama kaSolomon:+ “Awuvanga na ukuba uAdoniya+ unyana kaHagiti ngukumkani, ibe inkosi yethu uDavide ayazi kwanto ngaloo nto?