2 Samuweli 11:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Eleteni wathi: “U-Uriya mbekeni phambili, kweyona ndawo ishushu edabini. Emva koko buyani umva ukuze axatyelwe afe.”+ 2 Samuweli 11:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Lithe lakugqitha ixesha lokuzila, ngoko nangoko uDavide wathumela ukuba alandwe waza wamzisa endlini yakhe, waba ngumfazi wakhe,+ waza wamzalela unyana. Kodwa le nto wayeyenzile uDavide yayimbi kakhulu kuYehova.*+
15 Eleteni wathi: “U-Uriya mbekeni phambili, kweyona ndawo ishushu edabini. Emva koko buyani umva ukuze axatyelwe afe.”+
27 Lithe lakugqitha ixesha lokuzila, ngoko nangoko uDavide wathumela ukuba alandwe waza wamzisa endlini yakhe, waba ngumfazi wakhe,+ waza wamzalela unyana. Kodwa le nto wayeyenzile uDavide yayimbi kakhulu kuYehova.*+