Genesis 27:41 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 Ngoko uEsawu wamzonda uYakobi ngenxa yentsikelelo awayinikwa ngutata wakhe,+ wahlala esithi entliziyweni yakhe: “Ziyasondela iintsuku zokuzilela utata.+ Emva koko ndiza kumbulala uYakobi umntakwethu.” INdumiso 7:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Khawujonge lowo umithi inkohlakalo;Ukhawula inkathazo aze azale ubuxoki.+ IMizekeliso 18:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Umhlobo okhubekileyo ulukhuni ngaphezu kwedolophu ekhuselekileyo,+Ibe kukho iingxabano ezahlukanisa abantu njengemivalo yenqaba.+
41 Ngoko uEsawu wamzonda uYakobi ngenxa yentsikelelo awayinikwa ngutata wakhe,+ wahlala esithi entliziyweni yakhe: “Ziyasondela iintsuku zokuzilela utata.+ Emva koko ndiza kumbulala uYakobi umntakwethu.”
19 Umhlobo okhubekileyo ulukhuni ngaphezu kwedolophu ekhuselekileyo,+Ibe kukho iingxabano ezahlukanisa abantu njengemivalo yenqaba.+