Mateyu 21:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Bathi bakufika kwiNtaba YemiNquma eBhethefage, kufutshane neYerusalem, uYesu wathumela abafundi ababini,+ Mateyu 24:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Wathi esahleli kwiNtaba YemiNquma, abafundi bakhe beza kuthetha naye ecaleni, bathi: “Sixelele, ziza kwenzeka nini ezi zinto, ibe siza kubona ngantoni xa ukho*+ naxa sekuza kupheliswa ihlabathi?”*+ IZenzo 1:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Emva koko babuyela eYerusalem,+ bevela kwintaba ebizwa ngokuba yiNtaba YemiNquma, ekufutshane neYerusalem, ekumgama ekuvumelekileyo ukuwuhamba ngesabatha.
21 Bathi bakufika kwiNtaba YemiNquma eBhethefage, kufutshane neYerusalem, uYesu wathumela abafundi ababini,+
3 Wathi esahleli kwiNtaba YemiNquma, abafundi bakhe beza kuthetha naye ecaleni, bathi: “Sixelele, ziza kwenzeka nini ezi zinto, ibe siza kubona ngantoni xa ukho*+ naxa sekuza kupheliswa ihlabathi?”*+
12 Emva koko babuyela eYerusalem,+ bevela kwintaba ebizwa ngokuba yiNtaba YemiNquma, ekufutshane neYerusalem, ekumgama ekuvumelekileyo ukuwuhamba ngesabatha.