Levitikus 19:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 “‘Uze ungahambi ungcolisa igama lomntu kubantu bakowenu.+ Umele ungazami ukuthatha ubomi* bomnye umntu.*+ NdinguYehova. 2 Samuweli 16:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ukumkani wathi: “Uphi unyana* wenkosi yakho?”+ UTsibha wathi: “UseYerusalem, kuba uthe, ‘Namhlanje indlu kaSirayeli iza kulubuyisela kum ulawulo lwasebukhosini lukatata.’”+
16 “‘Uze ungahambi ungcolisa igama lomntu kubantu bakowenu.+ Umele ungazami ukuthatha ubomi* bomnye umntu.*+ NdinguYehova.
3 Ukumkani wathi: “Uphi unyana* wenkosi yakho?”+ UTsibha wathi: “UseYerusalem, kuba uthe, ‘Namhlanje indlu kaSirayeli iza kulubuyisela kum ulawulo lwasebukhosini lukatata.’”+