1 Samuweli 28:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 AmaFilisti aqokelelana aza aya kumisa inkampu eShunem.+ Ngoko uSawule waqokelela wonke uSirayeli baza bamisa inkampu eGilbhowa.+ 1 Samuweli 31:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 AmaFilisti ayesilwa noSirayeli.+ Amadoda akwaSirayeli awabaleka amaFilisti, yaye amaninzi kuwo abulawa kwiNtaba YeGilbhowa.+ 1 Samuweli 31:11, 12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Bathi abemi baseYabheshe-giliyadi+ bakuyiva into eyayenziwe ngamaFilisti kuSawule, 12 onke amagorha ahamba ubusuku bonke ayokothula isidumbu sikaSawule nezidumbu zoonyana bakhe kudonga lwaseBhete-shan. Abuya nezo zidumbu aza azitshisela eYabheshe. 2 Samuweli 1:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Lo mfana wathi: “Kuye kwenzeka ukuba ndibe seNtabeni YeGilbhowa,+ yaye ebelapho uSawule ezixhase ngomkhonto wakhe, zabe neenqwelo namadoda ahamba ngamahashe emfumene.+ 1 Kronike 10:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngengomso, xa amaFilisti athatha izinto kwabo babuleweyo, afika uSawule noonyana bakhe bequngquluze eNtabeni YeGilbhowa.+
4 AmaFilisti aqokelelana aza aya kumisa inkampu eShunem.+ Ngoko uSawule waqokelela wonke uSirayeli baza bamisa inkampu eGilbhowa.+
31 AmaFilisti ayesilwa noSirayeli.+ Amadoda akwaSirayeli awabaleka amaFilisti, yaye amaninzi kuwo abulawa kwiNtaba YeGilbhowa.+
11 Bathi abemi baseYabheshe-giliyadi+ bakuyiva into eyayenziwe ngamaFilisti kuSawule, 12 onke amagorha ahamba ubusuku bonke ayokothula isidumbu sikaSawule nezidumbu zoonyana bakhe kudonga lwaseBhete-shan. Abuya nezo zidumbu aza azitshisela eYabheshe.
6 Lo mfana wathi: “Kuye kwenzeka ukuba ndibe seNtabeni YeGilbhowa,+ yaye ebelapho uSawule ezixhase ngomkhonto wakhe, zabe neenqwelo namadoda ahamba ngamahashe emfumene.+
8 Ngengomso, xa amaFilisti athatha izinto kwabo babuleweyo, afika uSawule noonyana bakhe bequngquluze eNtabeni YeGilbhowa.+