16 Wathi ephezulu,
Wandibamba, wandikhupha emanzini anzulu.+
17 Wandisindisa kutshaba lwam olomeleleyo,+
Kwabo babendicaphukela, ababenamandla kunam.+
18 Balwa nam ngemini yentlekele yam,+
Kodwa uYehova wandixhasa.
19 Wandikhupha wandisa kwindawo ekhuselekileyo;
Wandisindisa kuba ekholwa ndim.+