1 Samuweli 26:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Emva koko wathi uDavide kuAhimeleki umHiti+ noAbhishayi+ unyana kaTseruya,+ umntakwabo Yowabhi: “Ngubani oza kuhla nam siye enkampini kuSawule?” UAbhishayi wathi: “Ndiza kuhla nawe.” 2 Samuweli 21:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ngoko nangoko uAbhishayi+ unyana kaTseruya wamsindisa,+ waza wamxabela loo mFilisti wambulala. Ngelo xesha amadoda kaDavide afunga athi kuye: “Ungaphinde uye nathi edabini!+ Umele ungasicimi isibane sakwaSirayeli!”+
6 Emva koko wathi uDavide kuAhimeleki umHiti+ noAbhishayi+ unyana kaTseruya,+ umntakwabo Yowabhi: “Ngubani oza kuhla nam siye enkampini kuSawule?” UAbhishayi wathi: “Ndiza kuhla nawe.”
17 Ngoko nangoko uAbhishayi+ unyana kaTseruya wamsindisa,+ waza wamxabela loo mFilisti wambulala. Ngelo xesha amadoda kaDavide afunga athi kuye: “Ungaphinde uye nathi edabini!+ Umele ungasicimi isibane sakwaSirayeli!”+