4 Emva koko uSawule wathi kumphathi wezixhobo zakhe: “Rhola ikrele lakho undihlabe ngalo, ukuze la madoda angolukanga+ angezi andihlabe andingcungcuthekise.” Kodwa umphathi wezixhobo zakhe wala, kuba wayesoyika kakhulu. Ngoko uSawule wathatha ikrele waza waziwisa phezu kwalo.+