Numeri 1:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Balani+ bonke abantu bebandla lakwaSirayeli* ngokweentsapho zabo, ngokwezindlu zootata babo, ngokwenani lamagama awo onke amadoda. 1 Kronike 21:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Kodwa ilizwi likakumkani lamoyisa uYowabhi. Ngoko uYowabhi walihamba lonke ilizwe lwakwaSirayeli, emva koko weza eYerusalem.+
2 “Balani+ bonke abantu bebandla lakwaSirayeli* ngokweentsapho zabo, ngokwezindlu zootata babo, ngokwenani lamagama awo onke amadoda.
4 Kodwa ilizwi likakumkani lamoyisa uYowabhi. Ngoko uYowabhi walihamba lonke ilizwe lwakwaSirayeli, emva koko weza eYerusalem.+