-
1 Kumkani 2:8, 9IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
8 “Kukho noShimeyi unyana kaGera umBhenjamin waseBhahurim. Wandiqalekisa kabuhlungu+ ngemini endaya ngayo eMahanayim;+ kodwa xa weza kundihlangabeza eYordan, ndafunga ngoYehova ndathi kuye: ‘Andizukukubulala ngekrele.’+ 9 Uze ungamshiyi ungamohlwayanga,+ kuba wena uyindoda esisilumko kwaye uyakwazi omele ukwenze kuye; umele uzihlisele engcwabeni* zinegazi izimvi zakhe.”+
-