1 Samuweli 7:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngoko uSamuweli wathatha itakane legusha elisancancayo walinikela kuYehova njengomnikelo otshiswayo.+ Wabiza uYehova ecelela uSirayeli uncedo, waza uYehova wamphendula.+ 1 Samuweli 10:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Emva koko uze wehle kuqala kunam uye eGiligali,+ nam ndiza kwehla ndize kuwe ukuze ndenze imibingelelo etshiswayo neyobuhlobo. Ufanele ulinde iintsuku ezisixhenxe de ndize kuwe. Emva koko ndiza kukuxelela into omele uyenze.” 1 Kronike 21:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 UDavide wamakhela apho uYehova isibingelelo,+ wanikela imibingelelo etshiswayo nemibingelelo yobuhlobo, waza wathandaza kuYehova, owathi yena wamphendula ngokuthumela umlilo+ ovela emazulwini phezu kwesibingelelo somnikelo otshiswayo.
9 Ngoko uSamuweli wathatha itakane legusha elisancancayo walinikela kuYehova njengomnikelo otshiswayo.+ Wabiza uYehova ecelela uSirayeli uncedo, waza uYehova wamphendula.+
8 Emva koko uze wehle kuqala kunam uye eGiligali,+ nam ndiza kwehla ndize kuwe ukuze ndenze imibingelelo etshiswayo neyobuhlobo. Ufanele ulinde iintsuku ezisixhenxe de ndize kuwe. Emva koko ndiza kukuxelela into omele uyenze.”
26 UDavide wamakhela apho uYehova isibingelelo,+ wanikela imibingelelo etshiswayo nemibingelelo yobuhlobo, waza wathandaza kuYehova, owathi yena wamphendula ngokuthumela umlilo+ ovela emazulwini phezu kwesibingelelo somnikelo otshiswayo.