1 Kronike 29:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 UKumkani uDavide wathi kulo lonke ibandla: “USolomon unyana wam, onyulwe nguThixo,+ usemncinci ibe akanamava*+ yaye umsebenzi mkhulu, kuba le ayotempile yamntu,* yekaYehova uThixo.+ Yeremiya 1:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Kodwa ndathi: “Awu, Nkosi enguMongami Yehova! Andikwazi kuthetha,+ kuba ndiyinkwenkwe nje.”*+
29 UKumkani uDavide wathi kulo lonke ibandla: “USolomon unyana wam, onyulwe nguThixo,+ usemncinci ibe akanamava*+ yaye umsebenzi mkhulu, kuba le ayotempile yamntu,* yekaYehova uThixo.+