-
2 Kronike 1:11, 12IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 UThixo wathi kuSolomon: “Ngenxa yokuba le iyinto efunwa yintliziyo yakho ibe ungacelanga ndyebo, butyebi nambeko okanye ukuba bafe abo bakucaphukelayo, futhi ungacelanga nabomi bude,* kodwa ucele ubulumko nolwazi ukuze ugwebe abantu bam endikwenze ukuba ube ngukumkani wabo,+ 12 uza kunikwa ubulumko nolwazi, kodwa ndiza kukunika nendyebo, ubutyebi nembeko, wogqithe bonke ookumkani abakhe bakho ngaphambi kwakho, nabaseza kubakho emva kwakho.”+
-