Eksodus 26:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Le khethini uza kuyixhoma ezantsi kweehaki, ubeke ityeya yoBungqina+ ngaphaya kwayo. Le khethini iza kwahlula iNgcwele+ kweYona Ngcwele.+
33 Le khethini uza kuyixhoma ezantsi kweehaki, ubeke ityeya yoBungqina+ ngaphaya kwayo. Le khethini iza kwahlula iNgcwele+ kweYona Ngcwele.+