Duteronomi 10:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Emva koko uYehova wathi kum, ‘Khokela abantu nize nilungiselele ukuhamba, ukuze balithathe ilizwe endafunga kookhokho babo ukuba ndiza kubanika lona.’+ Yoshuwa 21:45 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 45 Asikho isithembiso esingazange sizaliseke kuzo zonke izithembiso ezihle uYehova awayezithembise indlu kaSirayeli; zonke zenzeka.+
11 Emva koko uYehova wathi kum, ‘Khokela abantu nize nilungiselele ukuhamba, ukuze balithathe ilizwe endafunga kookhokho babo ukuba ndiza kubanika lona.’+
45 Asikho isithembiso esingazange sizaliseke kuzo zonke izithembiso ezihle uYehova awayezithembise indlu kaSirayeli; zonke zenzeka.+