Duteronomi 31:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Sanukoyika okanye nothuswe zizo,+ kuba uYehova uThixo wenu uhamba phambi kwenu. Akasoze anishiye, engasoze anilahle.”+ Yoshuwa 1:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Akukho mntu uza kumelana nawe logama nje usaphila.+ Kanye njengokuba ndaba noMoses, ndiza kuba nawe.+ Andisoze ndikushiye, ndingasoze ndikulahle.+ 2 Kronike 32:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 “Yibani nesibindi, nomelele. Sanukoyikiswa nothuswe ngukumkani waseAsiriya+ nabo bonke abantu abakunye naye, kuba baninzi abakwicala lethu kunabo bakwelakhe.+ INdumiso 46:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 UYehova wemikhosi unathi;+UThixo kaYakobi uyindawo ekhuselekileyo esibalekela kuyo.* (Selah)
6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Sanukoyika okanye nothuswe zizo,+ kuba uYehova uThixo wenu uhamba phambi kwenu. Akasoze anishiye, engasoze anilahle.”+
5 Akukho mntu uza kumelana nawe logama nje usaphila.+ Kanye njengokuba ndaba noMoses, ndiza kuba nawe.+ Andisoze ndikushiye, ndingasoze ndikulahle.+
7 “Yibani nesibindi, nomelele. Sanukoyikiswa nothuswe ngukumkani waseAsiriya+ nabo bonke abantu abakunye naye, kuba baninzi abakwicala lethu kunabo bakwelakhe.+