Duteronomi 28:64 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 64 “UYehova uza kunisasaza phakathi kwezizwana, nisuke kwesinye isiphelo somhlaba niye kwesinye,+ yaye apho niza kunyanzeleka ukuba nikhonze oothixo abenziwe ngomthi nangamatye, oothixo eningabaziyo nina nookhokho benu.+ Yeremiya 5:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kwaye xa besithi, ‘Kutheni uYehova uThixo wethu enze ezi zinto nje kuthi?’ uze ubaphendule uthi, ‘Njengokuba undilahlile waza wakhonza uthixo wasemzini elizweni lakho, uza kukhonza abantu basemzini kwilizwe elingelolakho.’”+ Yeremiya 12:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 “Ndiyishiyile indlu yam;+ ndililahlile ilifa lam.+ Abo ndibathanda kakhulu ndibanikele kwiintshaba zabo.+
64 “UYehova uza kunisasaza phakathi kwezizwana, nisuke kwesinye isiphelo somhlaba niye kwesinye,+ yaye apho niza kunyanzeleka ukuba nikhonze oothixo abenziwe ngomthi nangamatye, oothixo eningabaziyo nina nookhokho benu.+
19 Kwaye xa besithi, ‘Kutheni uYehova uThixo wethu enze ezi zinto nje kuthi?’ uze ubaphendule uthi, ‘Njengokuba undilahlile waza wakhonza uthixo wasemzini elizweni lakho, uza kukhonza abantu basemzini kwilizwe elingelolakho.’”+
7 “Ndiyishiyile indlu yam;+ ndililahlile ilifa lam.+ Abo ndibathanda kakhulu ndibanikele kwiintshaba zabo.+