2 Samuweli 5:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Emva koko uDavide wahlala apho kwikhusi, yaye labizwa* ngokuba sisiXeko SikaDavide, waza uDavide waqalisa ukwakha macala onke esusela eNdulini,*+ esiza ngaphakathi.+ 1 Kumkani 11:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Nasi isizathu sokumjikela kwakhe: USolomon wakha iNduli*+ evala isikhewu esikudonga lwesiXeko SikaDavide utata wakhe.+ 2 Kumkani 12:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Kodwa izicaka zakhe zamenzela iyelenqe+ zaza zamxabela endlini yeNduli,*+ endleleni eyehlela eSila.
9 Emva koko uDavide wahlala apho kwikhusi, yaye labizwa* ngokuba sisiXeko SikaDavide, waza uDavide waqalisa ukwakha macala onke esusela eNdulini,*+ esiza ngaphakathi.+
27 Nasi isizathu sokumjikela kwakhe: USolomon wakha iNduli*+ evala isikhewu esikudonga lwesiXeko SikaDavide utata wakhe.+
20 Kodwa izicaka zakhe zamenzela iyelenqe+ zaza zamxabela endlini yeNduli,*+ endleleni eyehlela eSila.