1 Kumkani 12:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ngoko ukumkani akazange abamamele abantu, kuba nguYehova+ owayebangele ukuba izinto zihambe ngolu hlobo, ukuze yenzeke into eyathethwa nguYehova ngoAhiya+ umShilo kuYerobhoham unyana kaNebhati. 1 Kumkani 14:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoko uYerobhoham wathi emfazini wakhe: “Ndicela uhambe uye eShilo, uzenze omnye umntu ukuze bangakwazi ukuba ungumfazi wam. Jonga! Ulapho umprofeti uAhiya. Nguye owathi ndiza kuba ngukumkani wesi sizwana.+ 2 Kronike 9:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Enye imbali kaSolomon,+ ukususela ekuqaleni ukuyokutsho ekugqibeleni, ayibhalwanga na phakathi kwamazwi kaNatan+ umprofeti, kwiziprofeto zika-Ahiya+ umShilo, nakwingxelo yemibono kaIdo+ imboni ethetha ngoYerobhoham+ unyana kaNebhati?
15 Ngoko ukumkani akazange abamamele abantu, kuba nguYehova+ owayebangele ukuba izinto zihambe ngolu hlobo, ukuze yenzeke into eyathethwa nguYehova ngoAhiya+ umShilo kuYerobhoham unyana kaNebhati.
2 Ngoko uYerobhoham wathi emfazini wakhe: “Ndicela uhambe uye eShilo, uzenze omnye umntu ukuze bangakwazi ukuba ungumfazi wam. Jonga! Ulapho umprofeti uAhiya. Nguye owathi ndiza kuba ngukumkani wesi sizwana.+
29 Enye imbali kaSolomon,+ ukususela ekuqaleni ukuyokutsho ekugqibeleni, ayibhalwanga na phakathi kwamazwi kaNatan+ umprofeti, kwiziprofeto zika-Ahiya+ umShilo, nakwingxelo yemibono kaIdo+ imboni ethetha ngoYerobhoham+ unyana kaNebhati?