1 Kumkani 18:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 yaye xa uIzebhele wayebulala*+ abaprofeti bakaYehova, uObhadiya wathatha abaprofeti abayi-100 wabafihla emiqolombeni, baba yi-50 kumqolomba ngamnye, yaye wayebapha isonka namanzi.) 1 Kumkani 18:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Khawundibizele wonke uSirayeli kwiNtaba YeKarmele,+ ubize nabaprofeti bakaBhahali abayi-450 nabaprofeti abayi-400 bepali engcwele,*+ abatya etafileni kaIzebhele.” 1 Kumkani 21:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Umfazi wakhe uIzebhele wathi: “Ayinguwe na kanti ukumkani kwaSirayeli? Phakama, utye wonwabe. Ndiza kukunika intsimi yeediliya kaNabhoti umYizereli.”+ 2 Kumkani 9:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Ukufika kukaYehu eYizereli,+ uIzebhele+ wayiva loo nto. Ngoko waqaba amehlo akhe ngento emnyama, walungisa neenwele zakhe waza wakroba ngefestile. ISityhilelo 2:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 “‘Noko ke, nantsi into endingayithandiyo apha kuwe, uyamnyamezela laa mfazi unguIzebhele,+ ozibiza ngokuba ngumprofetikazi, ofundisa aze alahlekise amakhoboka am ukuba aziphathe kakubi ngesondo,*+ futhi atye izinto ezibingelelwe kwizithixo.
4 yaye xa uIzebhele wayebulala*+ abaprofeti bakaYehova, uObhadiya wathatha abaprofeti abayi-100 wabafihla emiqolombeni, baba yi-50 kumqolomba ngamnye, yaye wayebapha isonka namanzi.)
19 Khawundibizele wonke uSirayeli kwiNtaba YeKarmele,+ ubize nabaprofeti bakaBhahali abayi-450 nabaprofeti abayi-400 bepali engcwele,*+ abatya etafileni kaIzebhele.”
7 Umfazi wakhe uIzebhele wathi: “Ayinguwe na kanti ukumkani kwaSirayeli? Phakama, utye wonwabe. Ndiza kukunika intsimi yeediliya kaNabhoti umYizereli.”+
30 Ukufika kukaYehu eYizereli,+ uIzebhele+ wayiva loo nto. Ngoko waqaba amehlo akhe ngento emnyama, walungisa neenwele zakhe waza wakroba ngefestile.
20 “‘Noko ke, nantsi into endingayithandiyo apha kuwe, uyamnyamezela laa mfazi unguIzebhele,+ ozibiza ngokuba ngumprofetikazi, ofundisa aze alahlekise amakhoboka am ukuba aziphathe kakubi ngesondo,*+ futhi atye izinto ezibingelelwe kwizithixo.