2 Kumkani 9:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Apho uze uthathe le ngqayi yeoli umgalele entloko, uthi, ‘Uthi uYehova: “Ndiyakuthambisa ukuba ube ngukumkani kwaSirayeli.”’+ Wakugqiba uze uvule ucango ubaleke ngoko nangoko.”
3 Apho uze uthathe le ngqayi yeoli umgalele entloko, uthi, ‘Uthi uYehova: “Ndiyakuthambisa ukuba ube ngukumkani kwaSirayeli.”’+ Wakugqiba uze uvule ucango ubaleke ngoko nangoko.”