27 Wathi akuyibona loo nto yenzekileyo uKumkani uAhaziya+ wakwaYuda, wabaleka ngendlela eya ngakwindlu esemyezweni. (Ethubeni uYehu wamleqa waza wathi: “Naye mxabeleni!” Bamxabela esenqwelweni kwindlela enyukayo eya eGure, engaseIbleyam.+ Kodwa waqhubeka ebaleka esiya eMegido waza wafela apho.