Duteronomi 7:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 “Ngoko nantsi into emaniyenze kuzo: Zidilizeni izibingelelo zazo, niziqhekeze iintsika zazo ezingcwele,+ zigawuleni iipali zazo ezingcwele,*+ nize niyitshise imifanekiso yazo eqingqiweyo.+ 1 Kumkani 14:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 UYehova uza kumxabela uSirayeli abe njengengcongolo etyokololo emanzini, amncothule kulo mhlaba mhle awawunika ookhokho bakhe,+ aze amchithachithe ngaphaya koMlambo,*+ ngenxa yokuba ezenzele iipali ezingcwele,*+ ecaphukisa uYehova. 1 Kumkani 16:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 UAhabhi wenza nepali engcwele.*+ Wamcaphukisa kakhulu uYehova uThixo kaSirayeli kunabo bonke ookumkani bakwaSirayeli ababengaphambi kwakhe.
5 “Ngoko nantsi into emaniyenze kuzo: Zidilizeni izibingelelo zazo, niziqhekeze iintsika zazo ezingcwele,+ zigawuleni iipali zazo ezingcwele,*+ nize niyitshise imifanekiso yazo eqingqiweyo.+
15 UYehova uza kumxabela uSirayeli abe njengengcongolo etyokololo emanzini, amncothule kulo mhlaba mhle awawunika ookhokho bakhe,+ aze amchithachithe ngaphaya koMlambo,*+ ngenxa yokuba ezenzele iipali ezingcwele,*+ ecaphukisa uYehova.
33 UAhabhi wenza nepali engcwele.*+ Wamcaphukisa kakhulu uYehova uThixo kaSirayeli kunabo bonke ookumkani bakwaSirayeli ababengaphambi kwakhe.