Yoshuwa 20:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngoko bangcwalisa* iKedeshe+ eseGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, iShekem+ ekummandla weentaba wakwaEfrayim, neKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, ekummandla weentaba wakwaYuda. Yoshuwa 20:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ezi zizixeko ezakhethelwa onke amaSirayeli nabantu basemzini abahlala nawo, ukuze nabani na obulele umntu ngempazamo abalekele kuzo+ aze angabulawa ngumphindezeli wegazi lingekaxoxwa ityala lakhe phambi kwebandla.+
7 Ngoko bangcwalisa* iKedeshe+ eseGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, iShekem+ ekummandla weentaba wakwaEfrayim, neKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, ekummandla weentaba wakwaYuda.
9 Ezi zizixeko ezakhethelwa onke amaSirayeli nabantu basemzini abahlala nawo, ukuze nabani na obulele umntu ngempazamo abalekele kuzo+ aze angabulawa ngumphindezeli wegazi lingekaxoxwa ityala lakhe phambi kwebandla.+