-
1 Kumkani 22:3, 4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
3 Ukumkani wakwaSirayeli wathi kwizicaka zakhe: “Niyazi na ukuba iRamoti-giliyadi+ yeyethu? Kodwa siyathandabuza ukuyithatha kukumkani waseSiriya.” 4 Ngoko wathi kuYehoshafati: “Ndicela uhambe nam siyokulwa eRamoti-giliyadi.” UYehoshafati wathi kukumkani wakwaSirayeli: “Mna nawe sibanye. Abantu bam ngabantu bakho. Namahashe am ngamahashe akho.”+
-