Isaya 55:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Umntu ongalunganga makashiye indlela yakhe,+Nomenzi-bubi makazishiye iingcinga zakhe;Makabuyele kuYehova, oza kumenzela inceba,+KuThixo wethu, kuba uza kumxolela kakhulu.*+
7 Umntu ongalunganga makashiye indlela yakhe,+Nomenzi-bubi makazishiye iingcinga zakhe;Makabuyele kuYehova, oza kumenzela inceba,+KuThixo wethu, kuba uza kumxolela kakhulu.*+