Eksodus 19:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ngoku ukuba niyalithobela ilizwi lam, nisigcine isivumelwano sam, ngokuqinisekileyo niza kuba ngabantu bam abakhethekileyo,*+ phakathi kwazo zonke izizwana, kuba wonke umhlaba ngowam.+ Eksodus 24:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Emva koko wathatha incwadi yesivumelwano, wayifunda abantu besiva,+ baza abantu bathi: “Yonke into ayithethileyo uYehova sikulungele ukuyenza, yaye siza kuthobela.”+ Duteronomi 29:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 La ngamazwi esivumelwano uYehova awayalela uMoses ukuba asenze nabantu bakwaSirayeli kwilizwe lakwaMowabhi, ukongeza kwisivumelwano awasenza nabo eHorebhe.+
5 Ngoku ukuba niyalithobela ilizwi lam, nisigcine isivumelwano sam, ngokuqinisekileyo niza kuba ngabantu bam abakhethekileyo,*+ phakathi kwazo zonke izizwana, kuba wonke umhlaba ngowam.+
7 Emva koko wathatha incwadi yesivumelwano, wayifunda abantu besiva,+ baza abantu bathi: “Yonke into ayithethileyo uYehova sikulungele ukuyenza, yaye siza kuthobela.”+
29 La ngamazwi esivumelwano uYehova awayalela uMoses ukuba asenze nabantu bakwaSirayeli kwilizwe lakwaMowabhi, ukongeza kwisivumelwano awasenza nabo eHorebhe.+