-
Eksodus 20:3-5IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
3 Uze ungabi nabanye oothixo ngaphandle kwam.*+
4 “Uze ungazenzeli umfanekiso oqingqiweyo okanye into efana nayo nantoni na esemazulwini phezulu, esemhlabeni phantsi, okanye esemanzini phantsi komhlaba.+ 5 Uze ungaqubudi kuzo okanye uzikhonze,+ kuba mna Yehova Thixo wakho, ndinguThixo ofuna umntu azinikele ngokupheleleyo,+ yaye ndohlwaya oonyana ngesono sootata babo, ndohlwaya isizukulwana sesithathu nesesine sabo bandicaphukelayo.
-