INdumiso 83:17, 18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Akwaba bangahlaziswa baze batyhwatyhwe ngonaphakade;Kwanga bangahlazeka, kuphele kuthi nya ngabo;18 Kwanga abantu bangazi ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo phezu komhlaba wonke.+ Isaya 45:5, 6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 NdinguYehova, ibe akakho omnye uThixo. Ndim ndedwa uThixo.+ Ndiza kukomeleza,* nangona ubungandazi, 6 Ukuze abantu baziUkususela empuma ukuya kutsho entshona*Ukuba akakho omnye ngaphandle kwam.+ NdinguYehova, akakho omnye uThixo.+
17 Akwaba bangahlaziswa baze batyhwatyhwe ngonaphakade;Kwanga bangahlazeka, kuphele kuthi nya ngabo;18 Kwanga abantu bangazi ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo phezu komhlaba wonke.+
5 NdinguYehova, ibe akakho omnye uThixo. Ndim ndedwa uThixo.+ Ndiza kukomeleza,* nangona ubungandazi, 6 Ukuze abantu baziUkususela empuma ukuya kutsho entshona*Ukuba akakho omnye ngaphandle kwam.+ NdinguYehova, akakho omnye uThixo.+