1 Kumkani 21:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 ndikuzisela intlekele, ibe ndiza kutshayela emva kwakho nditshabalalise wonke umntu oyindoda* kwa-Ahabhi,+ nkqu nabo bangenakuzinceda nabangenamandla kwaSirayeli.+ 2 Kumkani 10:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ngaphezu koko, uYehu wabaxabela bonke ababeshiyekile kwindlu ka-Ahabhi eYizereli, nawo onke amadoda akhe abalulekileyo, abantu awayebazi nababingeleli bakhe,+ akwabikho namnye usindayo kubantu bakhe.+
21 ndikuzisela intlekele, ibe ndiza kutshayela emva kwakho nditshabalalise wonke umntu oyindoda* kwa-Ahabhi,+ nkqu nabo bangenakuzinceda nabangenamandla kwaSirayeli.+
11 Ngaphezu koko, uYehu wabaxabela bonke ababeshiyekile kwindlu ka-Ahabhi eYizereli, nawo onke amadoda akhe abalulekileyo, abantu awayebazi nababingeleli bakhe,+ akwabikho namnye usindayo kubantu bakhe.+