Eksodus 20:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Uze ungabi nabanye oothixo ngaphandle kwam.*+ Duteronomi 32:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Babingelela kwiidemon, hayi kuThixo,+Koothixo ababengabazi,Koothixo abatsha ababesandula ukudibana nabo,Koothixo ababengaziwa ngookhokho benu. ABagwebi 2:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngaloo ndlela amshiya uYehova, uThixo wootata bawo, owayewakhuphe kwilizwe laseYiputa.+ Alandela abanye oothixo, oothixo bezizwana ezaziwajikelezile,+ aqubuda kubo aza amcaphukisa uYehova.+ Yeremiya 2:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Lwakhe lwakho na uhlanga olutshintsha oothixo balo ngenxa yezinto ezingengothixo? Kodwa bona abantu bam baye balulahla uzuko lwam ngenxa yento engancedi nganto.+
17 Babingelela kwiidemon, hayi kuThixo,+Koothixo ababengabazi,Koothixo abatsha ababesandula ukudibana nabo,Koothixo ababengaziwa ngookhokho benu.
12 Ngaloo ndlela amshiya uYehova, uThixo wootata bawo, owayewakhuphe kwilizwe laseYiputa.+ Alandela abanye oothixo, oothixo bezizwana ezaziwajikelezile,+ aqubuda kubo aza amcaphukisa uYehova.+
11 Lwakhe lwakho na uhlanga olutshintsha oothixo balo ngenxa yezinto ezingengothixo? Kodwa bona abantu bam baye balulahla uzuko lwam ngenxa yento engancedi nganto.+